Umbutho ojongene nokulawula ibhola ekhatywayo eGcuwa, iMnquma Local Football Association (Mnquma LFA) iza kuwonga amaqela aqhube kakuhle kwizigaba zonke kule sizini isando kuphela.
Read MoreAuthor: Dizindaba
Bekubhiyozelwa inyanga yamafa namagugu esizwe
26 EyoMsintsi (Sept) 2024 – 09 EyeDwarha (Oct) 2024Â Anele Raziya Inkulumbuso yaseMpuma Koloni uLubabalo Oscar Mabuyane uthe ukuziswa kophuhliso
Read MoreUBishop Diko uphumelele iwonga lesineÂ
UBishop Zamile Diko (40) uphumelele iwonga lesine leBest Gospel Maskhandi Artist kwi Old Mutual 11th INGOMA ePolokwane.
Read MoreKuqokelelwe izidumbu ezine eBityiÂ
UMkomishinala wamapolisa eMpuma Kapa  uLieutenant General Nomthetheli Mene uzigxeke kabukhali izenzo zokubulawa kwabantu abane ngokungenalusini kwilali yaseBityi eMthatha kwiveki ephelileyo.
Read MoreKunqandwa ukujongana ngezikhondo zamehlo eMakhwalweniÂ
Ukugxeleshana ngezikhondo zamehlo phakathi kwabahlali belali yaseMakhwaleni eLusikisiki yimbangi yokuba abanye abantu beshiye amakhaya ngeloyikisela ubomi babo.
Read MoreItitshalakazi igxothelwe ukuncwasa umfundi
Ititshalakazi igxothwe ngoko nangoko emva kokufunyaniswa inetyala lesincwaso ngakumfundi oneshumi elinesithathu leminyaka.
Read MoreIsikolo sodidi kuGatyane
UMphathiswa wesebe lezeMfundo eMpuma Kapa uFundile Gade uzakusivula ngokusesikweni isikolo samabanga aphantsi iPhathilizwe Junior Secondary School kwaSongwevu, kuGatyane.
Read MoreIsidlwengu sigwetywe ubomi izihlandlo ezibiniÂ
INkundla yeNgingqi yaseMthatha ithe nkaa ngesigwebo sobomi izihlandlo ezibini isidlwengu esiphindaphindayo uGugu Honono. Esi sidlwengu sifunyenwe sinetyala kwizityholo ezithathu zokudlwengula nokuphanga.
Read MoreIsebe lzeMpilo kwintsebenziswano namaGqirha namaxhwele
USekela Mphathiswa kwisebe lezeMpilo kuzwelonke uGqirha Joe Phaahla uzimase intetho yeBhunga loPhando kwezoNyango loMzantsi Afrika (South African Medical Research Council) malunga nokonyuka kwezifo ezinganyangekiyo.
Read MoreIphelile imbambano phakathi kweKumkani neNkulumbusoÂ
26 EyoMsintsi (Sept) 2024 – 09 EyeDwarha (Oct) 2024 Monwabisi Khininda IKumkani yabaThembu uZwelibanzi Dalindyebo neNkulumbuso yephondo uOscar Mabuyane, kwintlanganiso
Read More