Kubhiyozelwe usuku lenkcubeko eMthatha
Bekusindwe ngobethole kwilali iMabheleni eZimbane eMthatha ngethuba kubhiyozelwa usuku lwenkcubeko.
Read MoreBekusindwe ngobethole kwilali iMabheleni eZimbane eMthatha ngethuba kubhiyozelwa usuku lwenkcubeko.
Read MoreNgenjikalanga yangoLwesine oonqevu baye bamisa iveni emhlophe kufuphi nesitishi samapolisa saseSulenkama kuQumbu, baze bothula umlungukazi waseKapa kunye nomfazi waseChina bathi mabazibonele.
Read MoreUmbutho wepolitiki i-ISANCO ubambe indibano nonondaba eMthatha, kuLwesihlanu weveki esisuka kuyo.
Read MoreAbafana bee lokishi ezaziwayo apha eKapa nabakhala ngokubuyiswa kwesithethe sakwa Xhosa indoni nalapho kuhlolwa iintombi balincome kakhulu iphulo lenkciyo.
Read MoreAmafama aseNgqamakwe eMnquma kulindeleke ukuba akhe afumane ukuphumla kwicala lokuthi gqolo ethenga amayeza emfuyo elungiselela iigusha, iibhokhwe kunye neenkomo zawo.
Read MoreAmaMpondo Sport Foundation isebenza ngokuzinikela ngenzame zokuncedisa ulutsha olunqwenela ukuphuhlisa italente yalo kwibhola ekhatywayo uqala ezikolweni ukuya ekuhlaleni.
Read MoreOmama abathungayo nabaphantsi komasipala wase Dr AB Xuma bathe babhiyozela inyanga yamagugu kwilali yase Qhumanco ngokuthi babonakalise ngetalente abanayo yokuthunga.
Read MoreUmasipala wase Emalahleni phantsi kwedolophu yase Lady Frere uqhuba iphulo lokulungisa indlela nokuqinisekisa ukuba umbane ufikeleleka kuye wonke umntu.
Read MoreUMasipala waseNgqushwa ukwiphulo lokulungisa zonke iindlela ezathi zachaphazeleka kwizikhukhula zemvula ezinkulu ezanetha kwinyanga ezidlulileyo.
Read MoreUmasipala waseMnquma eGcuwa uyaqhuba neenkqubo zokuqaphela inyanga yamafa namagugu esizwe ngenjongo zokufundisa uluntu ngembali yeli kunye nokubhiyozela lenyanga.
Read More