I-Uyinene Mrwetyana Foundation ilwisana ne GBV
Uyinene Mrwetyana Foundation izimisele ukulwa into yokuphathwa ngadalala kwabasetyhini ngezesondo kwaye ikhuthaze abantwana abasakhulayo kwezemidlalo ingakumbi kwindawo yaseMnquma.
Read MoreUyinene Mrwetyana Foundation izimisele ukulwa into yokuphathwa ngadalala kwabasetyhini ngezesondo kwaye ikhuthaze abantwana abasakhulayo kwezemidlalo ingakumbi kwindawo yaseMnquma.
Read More08 ISilimela 2023 – Intatheli kaDizindaba Dutywa Abazali bengingqi yase Mbashe bawotha ubomvu benyanzelisa okokuba kuthathwe amanyathelo aqatha ngakwii titshala
Read MoreEnye yee venkile ezinkulu apha eMzantsi Afrika nezenza ushishino kwii ndawo zabantu abamnyama, uBoxer Stores, kuvakale benconywa kakhulu ngabantu abahluphekileyo ngokuvelana nabo ngamaxabiso aphantsi okutya.
Read MoreIintsapho ezihlala kwizindlu ezakhiwa ngeminyaka yoo-1990 zinyanzelise ukuba isebe lokuhlaliswa koluntu kuzwelonke lisuse uphahla lweasbestos ukuze kufakwe elinye endaweni yalo.
Read MoreNanjengoko livuliwe ixesha lokwaluka kwamakhwenkwe ngomhla wesihlanu kulenyanga, iphondo leMpuma Kapa kulindeleke ukuba kungene amakhwenkwe aqikelelwa kuma-20 000.
Read MoreBangaphaya kwe-100 abantu ababambe umngcelele besiya kwiofisi kaceba wabo bemtyhola ngokunika izalamane kunye namanye amalungu eANC imisebenzi.
Read MoreAbahlali basematyotyombeni eKhayelitsha, eKapa, baxambulisana malunga nesiphakamiso sokufuduswa kweentsapho ezingaphaya kwamakhulu amabini zisuka kumatyotyombe amabini.
Read MoreIngingqi ye-OR Tambo ichazwe njengehamba phambili kwiziganeko ze-GBV ezenziwa ngamadoda kwabasetyhini ukuquka namapolisa angamadoda ekuchazwe ukuba ayabandakanyeka kulomkhuba.
Read MoreIsiXeko saseKapa siza kuphehlelela iYunithi yoKhuseleko lwamaZiko ukuze ikhaphe abasebenzi kwiindawo ezithathwa njengezona ndawo zigquba ulwaphulo-mthetho, ingakumbi ePhilippi.
Read MoreUmsebenzi wemigodi uye wanqunyanyiswa emva kokuba iintsapho ezihlala kumatyotyombe kufutshane nesiza zikhalazela isanti egcwalisa amakhaya azo.
Read More