Bangcwatyiwe ngoncedo loonotekisi abatshe ngumlilo
Babekwe kwikhaya labo lokugqibela eSibangweni eLibode abantwana ababini uZenakhane oneminyaka emibini kunye noAlive Makeleni oneminyaka emine ubudala abathe batsha ngokumasikizi kwidangatye lomlilo elithe lanumeka ikhaya labo ngentseni yangoMgqibelo kutsha nje.
Read More