Bangaphezu kwe-1,000 abantu abahlala ematyotyombeni: “Sidikiwe kukuhlala ematyotyombeni”
Bangaphaya kwewaka abantu abasuka kwiindawo ezintsha zokuhlala kunye namatyotyombe amadala baye baqhankqalaza besiya kwibhungana ledolophu yaseKapa kwiiofisi ezilishumi eKhayelitsha Training Centre ngoLwesine.
Read More