Kulahleke umguli kwisibhedlele saseCofimvaba
Amapolisa angabaphandi aseCofimvana ahlabe ikhwelo kuluntu jikelele ukuba luwancedise kwinzame zokukhangela indoda eneminyaka engamashumi amathathu anesixhenxe ubudala.
Read MoreAmapolisa angabaphandi aseCofimvana ahlabe ikhwelo kuluntu jikelele ukuba luwancedise kwinzame zokukhangela indoda eneminyaka engamashumi amathathu anesixhenxe ubudala.
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma uthe waxhasa amafama ngegusha zoboya ngenjongo zokuba bakhulise ushishino lwabo.
Read MoreUnokontraka werenki yaseXhora uxabene nomasipala waseMbhashe iminyaka esibhozo.
Oonoteksi eXhora ngaseMthatha bafuna ukuba umasipala waseMbhashe agqibezele irenki yabo exabisa izigidi zeerandi.
Abantwana abathandathu bathe bashiywa ziinkedama emva kokuba umama wabo kunye neqabane lakhe besweleke kumlilo wetyotyombe ngempelaveki.
Read MoreAbantu abathathu, kuquka intwazana eneminyaka emi-6 ubudala, babhubhe kumlilo wamatyotyombe ePhola Park, ePhilippi East, ngobusuku bangeCawe.
Read MoreIvulwe ngokusesikweni iGaraji ebizwa uSasol emva kwexesha elide ingasasebenzi. Legaraji yathi yavalwa ngelaxesha bekusaqhuba iCovid 19
Read MoreInkundla yenqila yaseLusikisiki khange ihleke nenye kwezihlekisayo ngexesha iwisa isigwebo sikadilika jele kwizidlwengu ezine kumatyala awohlukeneyo.
Read More13 EyeKhala 2023 – Monwabisi Khininda KUKOMANI Ingxelo idandalazise ukuba lishumi elinesihlanu labantu abathe baphulukana nemiphefumlo kwingozi emasikizi yomgaqo. Ingxelo
Read More13 EyeKhala 2023 – Monwabisi Khininda EMQANDULI Iquqa ibuyelela imoto yakwaForenzikhi ethutha izidumbu, kwilali yaseSikhobeni eMqanduli.Oku kwenzeka ngenxa yokuthi gqolo
Read MoreIbutho loKhetshe (Hawks) khange linyube nenye kwezinyubisayo ngoMvulo linqakule lavalela amasela atye imali karhulumente ngobuqhwemesha.
Read More