Zine kuphela iiveni zamapolisa kwiilali ezingamashumi amahlanu anesixhenxe eTsomo eMpuma Koloni
Uqhankqalazo loluntu olusingisa kwisikhululo samapolisa nakwinkundla kamantyi ukuya kufuna ukwenziwa ngcono kwamapolisa.
Read MoreUqhankqalazo loluntu olusingisa kwisikhululo samapolisa nakwinkundla kamantyi ukuya kufuna ukwenziwa ngcono kwamapolisa.
Read More“UMzantsi Afrika ujongene nemingeni emininzi ngokunxulumene nokufuduka kunye nokubukulwa kwabantu bamanye amazwe. Siphawula uSuku lwe-Afrika ngokuhlanganisa abantu basetyhini abahlukeneyo abahlala eKapa ukuze bathethe ngezinto ezifanayo njengabafazi baseAfrika kwaye babelane ngamava abo.”
Read MoreUyinene Mrwetyana Foundation izimisele ukulwa into yokuphathwa ngadalala kwabasetyhini ngezesondo kwaye ikhuthaze abantwana abasakhulayo kwezemidlalo ingakumbi kwindawo yaseMnquma.
Read More08 ISilimela 2023 – Intatheli kaDizindaba Dutywa Abazali bengingqi yase Mbashe bawotha ubomvu benyanzelisa okokuba kuthathwe amanyathelo aqatha ngakwii titshala
Read MoreEnye yee venkile ezinkulu apha eMzantsi Afrika nezenza ushishino kwii ndawo zabantu abamnyama, uBoxer Stores, kuvakale benconywa kakhulu ngabantu abahluphekileyo ngokuvelana nabo ngamaxabiso aphantsi okutya.
Read MoreIintsapho ezihlala kwizindlu ezakhiwa ngeminyaka yoo-1990 zinyanzelise ukuba isebe lokuhlaliswa koluntu kuzwelonke lisuse uphahla lweasbestos ukuze kufakwe elinye endaweni yalo.
Read MoreNanjengoko livuliwe ixesha lokwaluka kwamakhwenkwe ngomhla wesihlanu kulenyanga, iphondo leMpuma Kapa kulindeleke ukuba kungene amakhwenkwe aqikelelwa kuma-20 000.
Read MoreBangaphaya kwe-100 abantu ababambe umngcelele besiya kwiofisi kaceba wabo bemtyhola ngokunika izalamane kunye namanye amalungu eANC imisebenzi.
Read MoreAbahlali basematyotyombeni eKhayelitsha, eKapa, baxambulisana malunga nesiphakamiso sokufuduswa kweentsapho ezingaphaya kwamakhulu amabini zisuka kumatyotyombe amabini.
Read More