UMasipala uthembisa ngoku phucula inkonzo eziya eluntwini
UMasipala wesithili seAmathole uvakalise ukuba uzimisele ukwenza ngako konke okusemandleni ukuphucula inkonzo eziya eluntwini kunyaka ka2023/24.
Read MoreUMasipala wesithili seAmathole uvakalise ukuba uzimisele ukwenza ngako konke okusemandleni ukuphucula inkonzo eziya eluntwini kunyaka ka2023/24.
Read MoreUmlilo othe gqolo ugqugqisa kwidolophu yaseMaxesibeni ebisawukwaziwa ngokuba yiMt. Ayliff, ushiya imibuzo emininzi engaphendulekiyo;ikwaveza nezimemelelo ezisuka kubahlali baladolophu, bekhala ngelithi mabaphume baphele abaphambukeli (o-my friend) kuba ngabo abagqiba le dolophu.
Read MoreInkolo ka Ntu iphehlelele ngokusesikweni indawo ebizwa Isivivane phantsi kwegama lomfana owathi wasweleka uNdumiso Ngqisha. Esisivivane sizinze kwindawo yase Cobosi e Ngcobo.
Read Moresemthethweni! Umasipala waseDrakenstein sesona sixeko sikwinqanaba eliphezulu eNtshona Koloni kwaye uphume kwindawo yesibini kuMasipala oBalaseleyo kumawonga okuGqwesa kweNkonzo kaRhulumente wePhondo yesi-8.
Read MoreICandelo loLawulo lokuHamba kweDolophu leSixeko saseKapa ligqibezela uyilo lweziko elitsha kraca lebhasi eMakhaza njengenxalenye yokuqaliswa kwenkonzo yeebhasi zeMyCiTi eziya kumetro-mazantsi-mpuma.
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma uthe waxhasa osomashishini abasakhulayo ngokubanikeza (ivoucher) yokutya exabisa iR5000.
Read MoreUMphathiswa ojongene noPhuhliso emaphandleni kunye noHlengahlengiso lweemiHlaba, eMpuma Koloni, uNonkqubela Peters ukhuthaze amafama wemfuyo waseMnquma ukuba aqhubele phambili nomsebenzi wawo oncomekayo.
Read MoreUSodolophu waseKapa uGeordin Hill-Lewis uthi abantu baseKapa bafanelwe yinyani kuMongameli Cyril Ramaphosa malunga nokuba uRhulumente kazwelonke uzimisele na ukurhoxisa izicwangciso zokuhanjiswa koololiwe abakhweli bothutho kwiiMetro ezikwaziyo ukusebenza.
Read MoreUSodolophu womasipala wasekuhlaleni waseNyandeni uViwe Ndamase uthe ulwaluko yinyewe yekhaya hayi ekarhulumente. Ulumkise abazali ngelithi mabohlukane nokufaka urhulumente apho angangenikhona.
Read More