Kuphandwa ukubulawa kwabantu abasixhenxe kuGatyane
UMkomishinala wamapolisa eMpuma Kapa uLt. Gen Nomthetheli Mene usigxeke bgamandla isiganeko sokudutyulwa kubulawe abantu abasixhenxe kuquka nomntwana oneminyaka esibhozo ubudala kuGatyane ngeCawa.
Read More